Zain SA - Ina Iyeza

Khawundixelele
Bukhona ubomi obungenazo iingxaki?
Khawundixelele
Bukhona ubomi obungenazo iinzingo?
Obu bomi
Siphila kubo
Bunokufa
Obu bomi
Siphila kubo
Kunegolo
Intlupheko
Ezintliziyweni zethu
Ifun' ingoma
Eliyeza

Ina inah inah iyeza
Sela sela sela sela
Ina inah inah iyeza
Sela, sela, sela sela
Ina inah, inah iyeza
Sela, sela, sela sela
Ina inah, inah iyeza
Sela, sela, sela sela

Eh ehe eh
Khawundixelele
Bukhona ubomi obungenazo iingxaki? Khawundixelelе
Bukhona ubomi obungenazo iinzingo?
Obu bomi
Siphila kubo
Bunokufa
Obu bomi
Siphila kubo
Kunegolo
Intlupheko
Ezintliziywеni zethu Ifun' ingoma
Eliyeza

Ina inah inah iyeza
Sela sela sela sela
Ina inah inah iyeza
Sela sela sela sela
Ina inah inah iyeza
Sela sela sela sela
Ina inah inah iyeza
Sela sela sela sela